Ikhwezi Eliqaqambileyo

Le yincwadi yemibongo emide nemifutshane. Le mibongo ingeziganeko namahla ndenyeka kum, njengombhali olusakhulayo. Iphuhlisa ubuchule, ingqiqo, ulwimi, kwakunye nenkcubeko yakwaXhosa. Ezi zibongo ziyafundisa, ziyayala, zikwalumkisa uluntu lonke jikelele. Ukufunda le ncwadi yemibongo kuyakuchulumancisa umlesi, kuhlaziye ingqondo nokucinga kwakhe. More

Available ebook formats: epub mobi lrf pdb txt html

First 20% Sample: epub mobi (Kindle) lrf more Online Reader
About Asakhe Cuntsulana

Asakhe Cuntsulana was born on 04 April 1997, Qwaninga Village in Willowvale. He started writing and performing poetry in 2015 when he would do praise singing during assembly at his school. He is currently doing a BMus degree at Rhodes University and performed praise poem for the VC at Rhodes during the 2017 and 2018 Graduation ceremonies. He is a young author, artist and creative inventor of words into poetry. Asakhe is currently in a process of publishing his first ever collection of Xhosa poetry book via Smashwords.

Report this book