Lo mdlalo usishwankathelela iinzima abathi abafundi bazifumana bekuzo ngenxa yokulwela inkululeko. Bambi bazifumana bebanjwa bambi baphuma phakathi ezikoiweni. Eli bali ligxininise kumzabalazo wabafundi emveni kokukhululwa kwamabanjwa oopolitiko bekhwannnkqiswa yinto yokuba bengaboni lutshintsho.
More