Lomdlalo usibonisa izicjhamo neziphumo zokukhohlisa, impakamo, ukunganyaniseki nokungathembeki ... UMakhaya Ntsenge, ongumsebenzi wasegaraji, uthewazifumana enethamsanqa lokuwelwa ngumqa esandleni wokutshata uThembisa ongu mongikazi oneB.Cur. Ngaba iinjongo zikaMakhaya zimsulwa na?
More