Umbhali ulibhale ngesiXhosa esimnandi nesinobu- rharha eli bali elibalisa ngobuchule obunga-thethekiyo obugcina lowo ulifundayo enomdla ukuba kuza kwenzeka ntoni na de aye kufika ekugqibeleni. Zivele indlela esetyenziswa ngulo mfazi ukufumana obu butyebi kwaku-nye nendlela athi abudyiwaza ngayo kuba kaloku into umntu angayisebenzelanga aka-kwazi kuyisebenzisa.
More