Bonginkosi Tatemntwini

Biography

Ndizalelwe kwidolophu encinane eyaziwa ngeSajonisi kwilali yaseLuthengele kwiPhondo leMpuma-koloni. Ndizalwa ngu Tata uSikhonzile no Nosile Tatemntwini ndifundile amabanga am aphantsi kwezizikolo zilandelayo :Jongimpuma JPS, Ngxongweni JSS naseLangalitshoni Aphakamileyo ndayowenza eMajola kwisikolo iGcinumthetho SSS ndidlule ndayokwenza enomsila kwiziko labantu abadala iDr sangoni eMthatha apho ndenze khona iBasic Nursing kwakunye necounselling.

Smashwords Interview

Where did you grow up, and how did this influence your writing?
I grew up in a small town known as Port St Johns in Lutengele village. Since I grew up in village I am transpired to write about traditional and cultural activities done by the elders. I am also passionate about the my cultural background and I sorely believe in traditional religion.
When did you first start writing?
I started writing in 2012.
Read more of this interview.

Where to find Bonginkosi Tatemntwini online

Facebook: Facebook profile

Videos

More about Bonginkosi Tatemntwini
About what inspires me to write, and my writing

Books

Thumani Mna
Price: Free! Words: 3,200. Language: Xhosa. Published: August 9, 2019. Categories: Poetry » African Poetry
Incwadi ethi Thumani mna yingqokelela yemibongo endiyibhale ngenxa yeziganeko ezikruna imiphefumlo ezehlayo mihla le. Isihloko esithi "Thumani mna " njengangoko ilizwe liguqukile umhlab' unyikima iziganeko ezehlayo zisishiy'sibamb'ongezantsi izandla zingqombo kuthe cwaka kwabanolwazi.

Bonginkosi Tatemntwini's tag cloud