Monwabisi Mgulwa

Publisher info

My graduate studying of Psychology, Sociology, Socio- Cultural Anthropology and Philosophy contributed strongly to the choice of my writings.
Applied research directed the unveiling of facts and truths regarding AmaHlubi Culture and in the attempt to destroy the religious organization Church of God and Saints of Christ which was established by Prophet Enoch Mgijima. Philosophy questioning and reasoning serves as background for the book Umongo Womphefumlo (The Gist of the Soul).
Study of Human Resources and Business Management and Labour law influenced Isikhokhelo Esisebenzisekayo Solawulo Olufanelekileyo (Practical Guide of Effective Management) which is the latest eBook published.
The rest of my writings stem from the love of literature.

Smashwords Interview

What do your fans mean to you?
I admire them the most and wish to satisfy them with my writings.
What inspires you to get out of bed each day?
Unfinished work.
Read more of this interview.

Where to find Monwabisi Mgulwa online

Books

Uhlalutyo lwedrama esihloko sithi Indlal' Inamanyala ngokubhalwa ngu Lamati M.
Price: $9.95 USD. Words: 8,510. Language: Xhosa. Published: November 14, 2023 . Categories: Essay » Literature
Le ncwadi iqulathe uhlalutyo lwencwadi eyidrama ebhalwe ngumnumzana Lamati M. Xa uluphonononga ngokubanzi olu hlalutyo uyakutsho utyhilekelwe bubunzulu obuziswa ngumbhali kule ncwadi yakhe. Olu hlalutyo, nakubeni lubanzi, alugqibelelanga. Ngumkhomba ndlela olungiselelwe ukuba nawe wongeze oko ukubona njengokuphengulula iinjongo zombhali. Naso ke isithebe phambi kweni, masigobe sixhamle.
Uhlalutyo lweNoveli ethi Inkawu Idliw' ilila ngokubhalwe ngu Kula Siphatheleni
Price: $6.95 USD. Words: 16,040. Language: Xhosa. Published: November 12, 2023 . Categories: Essay » Author profile
Le ncwadi ngumkhombandlela wokuhlalutya incwadi ethi Inkawu Idliw' ilila ebhalwe nguKula Siphatheleni. Ndihlab' ikhwelo kootitshala nabafundi bolwimi lwesiXhosa ukuba bongeze koko kuqulathwe kule ncwadi. Ncedani ke niqaphele ukuba le ncwadi ayithathi ndawo yencwadi yombhali, koko luhlalutyo lwayo. Zifumanele eyakho ke mlesi.
Masiphakameni Bafazi
Price: $4.65 USD. Words: 12,180. Language: Xhosa. Published: October 29, 2023 . Categories: Fiction » Women's fiction » General
Masiphakameni bafazi sikuphelise kuthi tu ukudlakatheliswa kwethu ngabanye abantu abazibiza ngokuba bangamadoda bengengawo. Nango amacebo okutshabalalisa ukuphathwa gadalala kwethu. Masiboneni ukuba siwasebenzisa njani la macebo. Ingaba singakwazi ukuwaphumelelisa? Konwabeleni ukufunda le ncwadi.
Practical Guide of Effective Management
Price: $4.56 USD. Words: 27,820. Language: English. Published: January 1, 2022 . Categories: Nonfiction » Business & Economics » Management & human resources
This is a simple and straight-forward guide for managers who envisage success of their organisations. In this ebook you will learn basic steps to manage your facility effectively, and obtain positive performance results.
Izibong'o Nezibongh'elo ZesiHlubi
Price: Free! Words: 4,400. Language: Swati. Published: September 29, 2021 . Categories: Nonfiction » Social Science » Anthropology / Cultural, Nonfiction » Social Science » Anthropology / Cultural
Nazo ke maHlubi izibong'o nezibongh'elo zenu njhenghoba bening'phile. Ng'iyathemba zizoba lulutho kuthi sonke sitjo sikwazi ukuzibongh'ela ngokugcwele ze nabantabethu bakwazi uzibongh'ela. Aythabe bekhethu.
Isikhokelo Esisebenzisekayo Solawulo Olufanelekileyo
Price: $3.57 USD. Words: 17,830. Language: Xhosa. Published: January 27, 2021 . Categories: Nonfiction » Business & Economics » Management & human resources, Nonfiction » Business & Economics » Management & human resources
Yintoni uLawulo (Management)? Yintoni umaneja? Ungayazi kwaye uyisebenzise njani imisebenzi yolawulo? Lakhiwa njani iqela labasebenzi (Team Building)? Iimpendulo zale mibuzo zifumaneka zicacisiwe kule ncwadana. Xa ungumaneja okhasayo izakukomeleza ukuze uwenze ngokungenadyudyu umsebenzi wakho. Kanti nokuba sel' unamava, izakukukhumbuza okuninzi malunga nolawulo lwemibutho (organisations) namaziko.
Umongo womphefumlo
Price: $3.57 USD. Words: 12,770. Language: Xhosa. Published: July 20, 2020 . Categories: Nonfiction » Philosophy » Contemporary philosophy, Nonfiction » Philosophy » Contemporary philosophy
Ingaba lento kuthiwa ngumphefumlo yinto ekhoyo? Yintoni umongo? Yintoni umongo womphefumlo? Ukuba ukhona umphefumlo uvelaphi? Le yimibuzo ephendulwa yile ncwadana. Ibuya ithelekise umphefumlo ongumntu neminye imiphefumlo. Emva koko ithetha ngomphefumlo noko kusingqongileyo. Igqibela ngokuxoxa ngeengcinga zombhali ngomcimbi wakwelemimoya.
AmaHlubi Culture and Customs (A Critiqué)
Price: $3.57 USD. Words: 64,180. Language: English. Published: June 3, 2020 . Categories: Nonfiction » History » Africa » Africa / South / Republic of South Africa, Nonfiction » History » Africa » Africa / South / Republic of South Africa
What exactly is Culture? Not so many people understand the concept of culture. Most even mistake the elements of culture as the actual culture. This book will unveil succinctly the meaning of culture, identify its elements, aspects and institutions. It will provide few examples of cultural practices of amaHlubi nation and how they were influenced by other cultures, especially the English.
Bavumeleni abantwana beze kum
Price: Free! Words: 20,040. Language: Xhosa. Published: May 29, 2020 . Categories: Nonfiction » Religion & Spirituality » Christian Life / Personal Growth, Nonfiction » Religion & Spirituality » Christian Life / Personal Growth
Ingaba kukuthini ukuzalwa ngokutsha? Kuqala phi, kuphele phi? Ziintoni umntu amelwe ukuzenza? Ukuzalwa ngokutsha kunxulumene njani nentetho kaYesu Kristu yokuthi ubukumkani bamazulu bobababo banje ngabantwana? Konke oku uyakukufumana ngokuthi ufunde le ncwadana.
Amasiko nezithethe zamaHlubi
Price: $3.57 USD. Words: 62,020. Language: Xhosa. Published: May 20, 2020 . Categories: Nonfiction » History » Africa » Africa / South / Republic of South Africa, Nonfiction » History » Africa » Africa / South / Republic of South Africa
Abantu abaliqela abayibambi kakuhle intsingiselo yesiko. Bambi bade bacing' ukuba izinto ezenza isiko (cultural elements) bubuqu besiko. Le ncwadi inika ulwazi oluthe vetshe lokuba liyini na isiko, zintoni ezenza isiko kwaye yintoni amabakala esiko. Inika imizekelo, ibuye isekele loo mizekelo kumasiko ambalwa esizwe samaHlubi nokuba afuthelwe njani ngawezinye izizwe ngakumbi amaNgesi.
Intsika
Price: $3.56 USD. Words: 8,090. Language: Xhosa. Published: May 16, 2020 . Categories: Poetry » African Poetry, Poetry » African Poetry
Le ncwadana ikhuthaza abafundi ukuba akukho ndlela yenqwelo ingenamagosogoso. Undoqo kukuba yintoni na engaphaya kwalo majikojiko. Kukumfundi ngamnye ukuzikhethela ukuyakufika ngaphaya kwamagingxigingxi endlela. Isixhobo esiphambili yimfundo. Nakubeni nayo inemiceli mingeni engangoboya benja, umntu yinkos'ukuzazi. Zazi ukuba ungubani,ufunani, nini, phi. Ngapha koko kumelwe uzthembe ubuye noloyiso
Enoch Mgijima Inkintsela (The Genius) 1868 - 1928
Price: $3.57 USD. Words: 38,850. Language: English. Published: February 19, 2020 . Categories: Nonfiction » Biography » Historical biography, Nonfiction » Biography » Religious biography
(5.00 from 1 review)
Enoch Mgijima was a prophet who established the Church of God and Saints of Christ church. His prophecies and preaching attracted many people who converged to Ntabelanga village. The government accused Mgijima and his followers of contravening the land laws and compelled them to leave Ntabelanga. His resistance led government to shoot and killed 200 men in the Bulhoek Massacre of 24 May 1921.
Amaqhalo neZaci zesiXhosa: Awamandulo nakule mihla
Price: $4.56 USD. Words: 18,730. Language: Xhosa. Published: January 13, 2020 . Categories: Nonfiction » Language Instruction » African Languages, Nonfiction » Education & Study Guides » Language experience approach
Qhola ulwimi lwakho ngokusebenzisa amaqhalo nezaci zolwimi lwakho. Le ncwadi inamaqhalo ayi 278 nezaci eziyi 1300 ezinemizekelo ebhalwe ngolwimi olulandelekayo nolulula lwesiXhosa.

Monwabisi Mgulwa's tag cloud

abalinganiswa    african philosophy    amadoda    amahlubi    amahlubi clan praises    amahlubi culture    amasiko    amasiko amahlubi    bhungane    bika    bulhoek massacre    christ in you    christ jesus    christain    christain book    christian life    christianity    controling    cultural diffusion    culture    culture change    ebook poetry    edolophini    education    enoch mgijima    ezilalini    growth in christ    hadebe    hlubi clan names    hlubi culture    hlubi history    human resources    idrama    ihlathi    iingcinga    iingcinga ngomphefumlo    imibongo yesixhosa    imihobe yesixhosa    impixano    indlal inamanyala    inkawu    intsika    isixhosa    isixhosa idioms    isixhosa proverbs    izibongelo    izibongo zamahlubi    izithakazelo zamahlubi    jesus christ    langalibalele i    langalibalele ii    language study    leading    mamqhinebe    management    management environment    manager    managing guide    marriage    maslow    massacre 24 may 1921    mind body problem    motivation    motivation of subordinates    organizing    philosophy    planning    poetry    prayer    proverbs and idioms    soul    soul and body    team building    thantaswa    the pillar    udidi lweenoveli    udlezinye    ukubulawa    ukudlakatheliswa    ukudlwengulwa    ukuphawa gadalala    ukuthakatha    umdlalo    umphefumlo    uncwadi lwesixhosa    ungquzulwano    xhosa    xhosa expressions    xhosa poetry    yintoni umphefumlo    zamokuhle   

Smashwords book reviews by Monwabisi Mgulwa

  • Uzenzile Akakhalelwa on May 03, 2020

    Uncuthu maZangwa lokunambitheka komongo wale ncwadi. Ukuba bendinemilingo bendakwenza ukuba umfundi ngamnye akhe ayifunde kwaye ayiqiqe into equlethwe tile ncwadi, umlisela nomthinjana ngokulinganayo. Phambili Mama. Wanga Ophezulu angakuph' amandla wokusiphakela oluny' uncuthu. Igalelo lakho liyabonakala kwaye liyavakala.
  • Overcoming the Odds: From War on the Streets in Louisiana to War on Terrorism in Iraq, How I Successfully Overcame the Odds on May 07, 2020

    Dr Webb. How much I'm inspired by your book. You are the greatest! I so much wish young ones, doctors, other professionals and others, could cast their eyes and minds to this inspiring work. You just reminded me of my 37 years experience in healthcare services. Just retired 2019. What keeps me feel good in my choice is that that I could manage to save at least one life in my career. For me each life was one other life. I believe that my work resembled that of my Lord Jesus Christ, preaching, teaching and healing. That's what you are doing. Keep it up and God bless you and your loved ones.
  • Ithunga lizala ngumphehlulu on May 11, 2020

    Kwekhuuu, Anelisa! Aphel' emqaleni kum ngenxa yokumungunya ubuncwane obunje bemibongo yakho. Nditsho ndakhumbula iqashiso likaSamson esithi yintoni enencasa ngaphezu kobusi. Phambili ntombazana, phambili!!
  • Seasons Of Mind on July 03, 2020

    Seasons of mind takes one to the highest level of thinking. If there's something called Philosophical Poetry or Poetry of Philosophy, that would where this book belongs. Douglas's love of nature, sun, wind, rain, moon, stars, vegetation, trees, mountains, birds, animals, etc, gives life to his book. How he drags these natural phenomena to the thought processes of man is amazing. If one contemplates practicing thinking out of the box Seasons of Mind is the relevant book to read. It makes one transcend above normal thinking. It stretches one's mind to the extreme limits.
  • My Partner on Sep. 21, 2020

    Zandile your story My Partner is interesting though short. There are positive lessons that can be learned from your story by both girls and boys. I like the maintenance of integrity you depicted and your focus in what you need in life. I sense that it was your first shot in book writing. Please pay attention to you punctuation and word spacing after punctuation. Otherwise I like your originality. Thumbs up. I can foresee you'll make an outstanding writer.