Sanelisiwe Mtsewu

Biography

U Sanelisiwe Mtsewu wazalwa ngonyaka wama 1994 ukhala wesithandathu kwonyaka yokuqala Eyomqungu., uJanyuwari ukutsho.Uzalelwe kwidolophana nje engephi i lady frere kwiphondo Impuma Koloni ,yena ephuma kwilali ekwakuyo lo dolophu esakubizwa ngokuba ng Mhlanga apho athe waphumelela amabanga wakhe aphantsi kwakunye nebanga leshumi elinesibini kwisikolo samabanga aphakamileyo I Sosebenza Siniya Sekhondari.

Smashwords Interview

Where did you grow up, and how did this influence your writing?
I grew up in a very small village and growing up there has made me who I am today but I never thought I could be a writer because at home it was all about getting that degree. however I knew that I could write on my own without being told to do so
When did you first start writing?
I started writing my first short story in 2007 while I was doing grade seven and what pushed me into doing that was that some kids who were in my age didn't realise trying to be cool by breaking the law could get you behind bars as young as you are so the short story was titled the naughty by but since I had no access to information about self publishing it got to the wrong hands meaning that it was torn out of my pocket book but that has never discouraged me because I embarked new journey which was to write again but it was poetry this time around
Read more of this interview.

Books

Isingqi
Price: $3.99 USD. Words: 1,010. Language: Xhosa. Published: November 9, 2018. Categories: Fiction » Literature » Literary
Le ncwadi iqulethe imibongo eyahluka-hlukeneyo eminye inenjongo yokuthuthuzela abo basweleyo kunye nabo balahlekelweyo. ubuciko bokubulela Indalo okanye isipho esilusana ebekudala sifunwa ngabazali ukwakho ngaphakathi kaloku umntwana usisipho esivela koPhezulu kwethu.

Sanelisiwe Mtsewu's tag cloud

23    siwe