Via Afrika

Publisher info

We produce and package educational content and learning experiences, to be enjoyed in any format you desire. Via Afrika publishes a comprehensive range of educational materials for schools and TVET colleges in all South Africa’s official languages and for all subjects.

Via Afrika is proud of its African language literature heritage, and supports these languages by making available classics in eBook format, for all to read anytime and anywhere.

Where to find Via Afrika online


Where to buy in print


Videos

Via Afrika Publishers
After 15 years, Andrea Dondolo returns to thank her teacher.

Publisher of

Sort by:
Lenong La Gauta
Price: $3.39 USD. Words: 92,010. Language: Sesotho. Published: September 20, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Mystery & detective » General
A novel in Sesotho sa Leboa. Adi ya "Lenong la Gauta" ke mohuta wa padi ye e bitšwago padi ya botseka. E bitšwa bjalo ka ge e ithekgile godimo ga dinyakišišo tšeo di nepilwego go kgoboketša bohlatse bjo ka bjona yo mongwe a kago begwa goba go latofatšwa ka bosenyi.
Vukani!
Price: $3.39 USD. Words: 11,430. Language: Xhosa. Published: September 6, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Plays & Screenplays » African
UZama Lonzi, udlwengulwa yinkwenkwe e-HIV-positive. Esi senzo sifaka usapho lwale ntombazana kwintlekele olube lungayiqondi ukuba ingehlela abantu abafana nalo, olu ukuphucuka.
Qula Kwedini Kabawo
Price: $2.19 USD. Words: 13,070. Language: Xhosa. Published: September 14, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Short stories - single author
UQula kwedini kabawo, yincwadi yamabali amafutshane esiXhosa abhalwe ngu M. Mlilo. Amanye kula mabali amalunga nokuziphatha kolutsha kanti amanye achaphazela i-HIV AIDS. Ulwimi nendlela le ncwadi ibhalwe ngayo lwenza abafundi babe nomdla kulwimi lwesiXhosa. Iziganeko umbhali azibaluleyo kula mabali zitsha zaye zisaqaqambile ezingqondweni zethu. Nantso ke bafundi yeyenu!
Awam Ngqo!
Price: $2.66 USD. Words: 13,620. Language: Xhosa. Published: September 18, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Short stories - single author
Ingaba abantu ababini abaza kutshata bayazi na ukuba kufuneka imvisiswano yabo iyinto ehamba njani nesekwe phezu kwamigaqo mini na? Khona, ingaba isekho nje into esisisulu? USipho yena uthi uza kulandela igama lakhe kwaye imnandi kunene ke le nto kuba isibonisa into yokuba abantwana abazizidalwa bangazizipho ezikhulu, izipho abazali abazinikwe nguMdali.
 Ntshebele 1 
Price: $2.02 USD. Words: 25,320. Language: Sesotho. Published: September 18, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Short stories - single author
A collection of short stories in Sesotho sa Leboa. Ntshebele 1 ke molokoloko wa kgobokanyo ya dikanegelokopane tše di ngwadilwego ka polelo ya Sepedi. Kgobokanyo ye e tsepelela mathata a motho Nakong ye itseng. E bolela go re bophelo ke namane ye tona gomme ga se bja ema felo gotee. Ipshineng ka ditaba tše le be le di anegelane.
Lehufa
Price: $3.39 USD. Words: 33,250. Language: Sesotho. Published: September 18, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Plays & Screenplays » African
A drama in Sesotho sa Leboa. Ka go papadi ye, go ditiragalo tša letšatši ka letšatši tšeo di amago baratani. Ka nako lehufa le dira gore o nagane gore go na le dilo tše mpe tšeo di diregago le ge e le gore ga go bjalo.
Lešitaphiri
Price: $3.39 USD. Words: 47,570. Language: Sesotho. Published: September 19, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Cultural & ethnic themes » Cultural interest, general
A novel in Sesotho sa Leboa. Bjalo ka Sebatakgomo le Kgorong ya Mošate, Lešitaphiri e theilwego godimo ga bophelo bja setšo sa magaeng a magoši le ditšhaba tša ona. Ke bophelo bja go tlala mathata a magolo ac gantši a tišwago mošate gore a rarollwe. Ka ge temokrasi nakong yeo e be e le ya maemo a godimo, kgoši o be a seka melato le bakgomana le bakgoma ba gagwe gammogo le banna ba motse.
Masiphakule Ulwazi
Price: $2.70 USD. Words: 5,210. Language: Xhosa. Published: September 19, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Poetry - multi-author
A collection of poems by N.T. Ngamile, P.B. Mqhayi,M.N. Manentsa: Le ncwadi iqulethe izibongo ezingobomi jikelele, ezembali, ukufa, ukholo kunye nendalo.
Intambanane
Price: $3.04 USD. Words: 5,440. Language: Xhosa. Published: September 20, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Poetry - single author
Izibongo ziyamxelela umfundi ukuba yintoni kanye eqhubekayo apha khaya eMzantsi Afrika. Le ncwadi ikwanazo neentsingiselo zamagama kunye nolunye uncedo olunokufumaneka kumakhaseti neevidiyo zeembongi ezaziwayo.
Ithemba Lami
Price: $2.90 USD. Words: 28,450. Language: Zulu. Published: September 20, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Cultural & ethnic themes » Cultural interest, general
Le noveli yathola uMklomelo wesiBili emcintiswaneni wokubhalwa kwezincwadi owawuhlelwe nguMnyango Wezobuciko, Amasiko Nezokuvakasha wesiFundazwe saKwaZulu-Natali ngokubambisana nabashicileli bakwa-Nasou Via Afrika ngonyaka we-2007.
Kuqala Kube Mnyama Xa Kuza Kukhanya
Price: $2.66 USD. Words: 15,850. Language: Xhosa. Published: September 20, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Cultural & ethnic themes » Cultural interest, general
uNosipho ugxothiwe ngunina uFezeka, (uNowinoti) e-Askeaton, kuba enzima, waya kugaxeleka kunina-khulu uMampondo.Wahlala apho wade wakhululeka wafumana unyana uMihlali.
Sela Emthonjeni
Price: $2.33 USD. Words: 10,650. Language: Xhosa. Published: September 22, 2017 by Via Afrika. Categories: Fiction » Anthologies » Poetry - single author
Imibongo ichaphazela imiba efana nezopolitiko, imfundo, imbali kaXhosa ngemihla yamandulo, indima yabasetyhini kwakunye nemiba efana nokuxhatshwazwa kwabantwana neziyobisi. Sithi kuwe ke mfundi: "Sela Emthonjeni".
Tahleho
Price: $3.51 USD. Words: 31,380. Language: Sesotho. Published: November 2, 2018 by Via Afrika. Categories: Fiction » Plays & Screenplays » African
Tahleho (The forsaken one) is a drama in Southern Sotho. Motse ke wa Mosikong. Ke ha tsatsi le hlahlamela dithaba. Bahlankana ba babedi ba lemong tsa ho nyala, Tahleho le Lehlohonolo ba robile monakedi lapeng habo Tahleho, kamora mosebetsi wa letsatsi ...
Umhlangengxaki
Price: $3.39 USD. Words: 18,650. Language: Xhosa. Published: December 14, 2018 by Via Afrika. Categories: Fiction » Cultural & ethnic themes » Cultural interest, general
Izulu lazongoma, umoya wavuthuza. imvula yana yangamatyhantyasi, ilizwe phandle lagqunywa sisithokothoko sobumnyama. Ngobo busuku bungasokuze bulibaleke, kuloo fama inkulu kunene, kweso sithili saseMthatha kwindawana ekuthiwa yiCicirha, kwakulele kwigunjana lelo poma lendlu, umninifama owayegama linguMhlangengxaki.


Via Afrika's tag cloud

betrayal    challenges    chiefs    city vs rural life    classic    creation    crime    culture    death    defiance    disappointment    drama    dreams    drugs    faith    families    forgiveness    grief    heritage    history    hiv and aids    hiv positive    hn yako    investigation    isixhosa    isixhosa poetry    isizulu    kaschula    kingdom    life    love    malesela masenya    manentsa    maphalla    matsepe    mlilo    moropa    mothupi    mqhayi    ngamile    northern sotho    novel    parents    peer pressure    personal problems    poetry    politics    poverty    responsibility    royalty    sepedi    sesotho    sesotho sa leboa    short stories    sindiwe magona    south africa    unconditional love    vukani    weza    xhosa    zondi