Banele Nolayi

Biography

UBanele Nolayi uzalwa kumahlaba wase sejonisi phantsi kwentaba yomlengane kwi lali yase Majola, kwi phondo lwase mpuma nkoloni ngumntwana wesixhenxe kwabali shumi elinanye kwisizola sika mama uBongiswa kunye no Tita uMzoli Nolayi, ufunde eMevana JSS amabanga aphantsi, phantsi kwesandla sika Masindwa waqhubeka eMajali Technical High school phantsi kwe sandla sika Fikizolo, kulapha apase khona incwadi yeshumi, ufunde wafumana iInternational Computer Driving License (IDCL) kunye ne Business management Certificate kwa Logika eKapa, uqhubeka nokwenza iDiploma ye Financial Management eCoastal college TVET KwaZulu Natal.

Smashwords Interview

Where did you grow up, and how did this influence your writing?
I grew up in Majola village situated in a small town known as Port st Johns in the Eastern Cape province. Since I grew up in
a disadvantage area, with war where the different villages were attacking each other. There was no hope at all, so I used to spent time reading books and the bible, that is where the motivation to write came about.
When did you first start writing?
21 march 2014.
Read more of this interview.

Where to find Banele Nolayi online

Facebook: Facebook profile

Videos

More about Banele Nolayi
About what inspires me to write, and my writing

Books

Ilifa Yingcambu Yesono
Price: $3.72 USD. Words: 8,750. Language: Xhosa. Published: August 7, 2018. Categories: Fiction » Plays & Screenplays » African
Kule drama sityhila ubunzima athi amakhosi akwantu ahlangabezane nabo ebomini ukuze abe afikelela kwinqanaba lobukhosi ebomini. Obubunzima kuquka amasela obomi, ndithetha ngotshaba njengokuba simbona uFane ufunwa ngamaxhalanga obomi esesesiswini kunina. Uthi ezalwa kube sele kubaliwe ngaye, simbona ekhulela kwidolophu yase Mthatha kuba abazali bakhe beneenjongo zokusindisa ubomi bakhe.

Banele Nolayi's tag cloud

banele nolayi    inheritance    isixhosa    kingdom    legacy    south africa    xhosa